Lwethu's Nanny Agency

Lwethu's Nanny Agency Self employed

04/08/2026

Nganizichaze uba nihlala kweziphi indawo mhlambi ngafumana client efuna umntu kulondawo yakho?

04/08/2026

Bizani abantu bazo follow le page nduizoniphathela imisebenzi this week

04/08/2026

Ndine clients edinga helper e Butterworth ufunwa ngomso 05 August
Mali yi R2000 start
Send cv

04/08/2026

Good morning guys inbox yam ayivuleki ndaxolisa

My client need helper
29/06/2026

My client need helper

14/10/2025

EL
Kudingwa i Nanny eneminyaka eqala kwi 28 uyotsho kwi 35 years
Salary: R2500
Kufunwa umntu ongahlali eEL

Send cv yakho kwi inbox yam or WhatsApp 0769030738

14/10/2025

Ningalibali ukungena kwi page yethu undixelele apho ukhoyo ndikukhwaze moyen ngo 15:00 to 17:30

MBHASHE FM

Mbhashe FM Drive
15:00 - 17:30
Frequency 103.9FM - 106.1FM

Let's Drive: With uDriver wenu uNasie Masikuthathe sikubeke ekhaya. Khwela sewubhatele, wehlika kweyiphi indawo?

WhatsApp: 065 118 9945
Studio: 078 495 6152

21/05/2025

Active

21/05/2025

Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Nelidah Sogoni, Sesethu Isiphiwo SamaFaku Bera, Trey De Connect, Bulelwa Tyabazayo, Silindokuhle Mthombo, Ayamga Nyaaba, Pumla Masiba, Queen W Mnyuko, Thobeka Gandhii, Indiyole Indi Lilly

17/05/2025

Lwethu Nanny Agency ibuyile ngoku qha andiko ryt tuu

Address

356 Kerk Street
Pniel

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Lwethu's Nanny Agency posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Lwethu's Nanny Agency:

Shortcuts

Share